Kaizer khaya

Ziphengulule Izibhalo

News EN ↓ 67 episódios

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje. Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe. Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam kaizerkk@gmail.com OR twitter @Izibhalo_Rhoqo

Não deixe de visitar o site do podcast e apoiar quem o produz: podcasters.spotify.com

Autor

Kaizer khaya

Categoria

News

Site do podcast

podcasters.spotify.com

Último episódio

5 de jun de 2025

Onde ouvir?

Podcasts no app Replaio Radio Em breve

Os podcasts estão chegando ao app. Instale agora e seja o primeiro a descobrir um jeito totalmente novo de curtir podcasts

Baixe no Google Play Instale grátis Android 5 mi+ downloads · nota 4,8 iOS em breve

Episódios

Eyona to ifunekayo eluntwini 19.10.2021

“Ukuthandaza asiyiyo inkcitha xesha -Qho kusasa thatha ixesha lakho lokuqalisa ngomsebenzi. Ungacingi ukuba eli lichithe ixesha. lixesha eliya kuphila ngonaphakade. Ngale ndlela impumelelo kunye noloyiso lokomoya luya kungeniswa. Oomatshini baya kuphendula kumnwe wesandla se-Master. Intsikelelo kaThixo kufanelekile ukuyicela, kwaye umsebenzi awunakwenziwa ngokufanelekileyo ngaphandle kokuba isiqal...

UThixo uyasimema ukuba siThandaze 11.10.2021

Umthandazo sisipho esimangalisayo, ngamanye amaxesha kunzima ukukholelwa ukuba siyinyani. Umthandazo yindlela ethe ngqo kuMdali wayo yonke into ekhoyo! Ayisiyiyo loo nto kuphela, Akaze axakeke, kwaye uhlala enomdla nakwezona mfuno zethu zincinci. Singathandaza ngaphandle kokuthetha, kwaye lilungelo elingenakuze lithathwe.

Intshayelelo ku Season 2 othi ;UMTHANDAZO 11.10.2021

Nokuba ayinguye wonke umntu ongathanda ukuyivuma, uninzi lwabantu bokholo mhlawumbi banokukhumbula ixesha apho umthandazo wemihla ngemihla wawungeyonxalenye yobomi babo. Kwabaninzi, umthandazo kunye nexesha elinye kunye noThixo yinto abaya kuyo xa ubomi buba noxinzelelo, bunzima okanye buhlungu. Kulula ukulibala malunga nomkhwa xa ubomi buxakekile okanye xa yonke into ihamba kakuhle. Kodwa ukuba n...

Uphumlo lweSabatha 03.09.2021

Naphina apho sikhona ehlabathini, nokuba siyayiqonda okanye asiyiqapheli, iSabatha iza kulo lonke uluntu linikezela ngeentsikelelo zalo ngosuku ngalunye lwesixhenxe. Kuso sonke iSibhalo iSabatha sisikhumbuza ukuba u-Kristu wasenza, wasihlawulela, wasihlangula, wasiphinda wasidala, kwaye uza kwakhona ngenxa yethu.

Ukuphinda phindwa Kophumlo 27.08.2021

Indalo isenokuba “intle kakhulu,” kodwa yayingekagqitywa. Indalo igqitywa ngokuphumla kukaThixo kunye nentsikelelo ekhethekileyo yosuku lwesixhenxe, iSabatha. “Wawusikelela uThixo umhla wesixhenxe, wawungcwalisa; ngokuba waphumla ngawo kuwo wonke umsebenzi wakhe awawudalayo uThixo, wawenza” (Genesis 2: 3).

Ukukhululeka ukuze uphumle 20.08.2021

Abantu abaninzi abadibana noYesu in Ministry ngexesha wayesemhlabeni babegula, abanye begulela ukufa. Babuthelana kuYesu befuna impiliso nokuphumla kwizigulo neembulaleko zabo. Yena ke uYesu wabenzela inceba. Kule veki sijonga Marko 2: 1-10 nooKumkani 1 18, ooKumkani 1 19:1-8

UPHUMLO, ULWALAMANO NEMPILISO 13.08.2021

Imfesane ayibonisa kuthi uThixo, ithi kuthi masiyibonakalise kwabanye abantu. Bayeke abo bangxamileyo, abone leyo nabanempindezelo, jonga kolulamileyo nothobekileyo. Ekhokelwe njengegusha isiya ekuxhelweni, isisimumu phambi kwabachebi bayo. Mabaqwalasele kulowo I izono zethu zimhlabileyo, noxinzelelo lwethu waluthwala, bayakufunda UKUNYAMEZELA NOKUXOLELA

ukufumana ukuphumla kwintsapho ezibambeneyo 06.08.2021

Kubantu abaninzi, isihloko sesifundo sanamhlanje sinokubonakala singaqhelekanga. Ungakufumana njani ukuphumla kwiqhina losapho ukuba usapho lwakho alusebenzisani kakuhle? Mhlawumbi unobudlelwane obuncinci okanye awunabo kwaphela nomama wakho? Okanye kuthekani ukuba kukho usukuzwano olukhulu phakathi kwabantakwenu? Ewe, zininzi iintsapho ezinezibopho ezisondeleyo zothando. Ikhaya likhaya elixhasayo...

Ixabiso Lophumlo 23.07.2021

Uphumlo lwenene nalo lunexabiso. Nangona abanolwazi ngezixhobo zokuzinceda  bezama ukuba sikholelwe ukuthi singasiceba ngokwethu isiphelo sethu nokuba  ukuphumla kuyinto ozikhethelayo noyicebayo, sithi xa sesiyiqaphela ngokwenene  yonke le nto, siqonde ukungabi nako kwethu ukuzizisela uphumlo lwenene  ezintliziyweni zethu. Kule veki siza kukrwaqula ebomini bomntu obuthandwa nguThixo ukuba sibone  ...

IIngcambu zokungaphumli 16.07.2021

Zininzi izinto ezinokusithintela ekuzuzeni ukuphumla kwenene kuYesu. Ezinye  zazo zicacile azidingi nokuqwalaselwa kangako. Ezinye azicacanga kangako  kuthi, njengokuya kungaphantsi komhlaba kumthi weaspen, nesithi singakwazi  ukuziqikelela ukuba zikhona nezenza ukuba sibe nengqondo nezenzo ezisahlulayo  kuMsindisi wethu "5Yibani nale ngcinga kuni, wayenayo kuye uKristu Yesu: 6...

Ukungaphumli Novukelo 16.07.2021

Kwisifundo sale veki, siya kuqwalasela imizekelo yokungabikho kokuphumla  okungaqhelekanga emntwini okwabakho, hayi ngenxa yokulindeleka kwentlekele  zendalo njengenyikima, kodwa, endaweni yoko, kukuba nesono kwabantu abawileyo  ababengahlalanga koko uKristu akunika bonke abezayo kuYe ngokholo nokuthobela Wamkelekile!

Living in a 24-7 Society 16.07.2021

Ubomi bethu bulawulwa ngamaxesha akhawulezileyo, iiyure zokusebenza,  ukuya koogqirha, ukuncokola kooSkype, ukuthenga, imicimbi yesikolo. Nokuba  sihamba ngeebhasi, skhwele izikuta, okanye siqhuba iveni ezincinane ukujikeleza  neentsapho zethu, yonke ingxolo esijikelezileyo ehlabathini ibetha kusithele konke  okubaluleke ngokwenene.   Sikufumana njani ukuphumla phakat...

Ziphengulule izibhalo 16.07.2021

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje. Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe.  Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifund...

Yayingubani uKristu (who was the man of Calvary 12.09.2020

Naluphina uphando olenzwayo kufuneka luze nobungqina kunye neziphumo negative or positive. Kufuneka namangqina aza nobungqina esizakukholelwa bubo as their peers.

Ngumzi otyhoboziweyo, ongenaludonga, Indoda engenakuzibamba umoya wayo. IMizekeliso 25:28 04.09.2020

Realizing the importance of healthy body and mind, I promise, with the help of God, to live a Christian life of true temperance in all things and to abstain from the use of tobacco, alcohol, or any other narcotic

UKristu UMSINDISI 15.08.2020

"ziphengululeni izubhalo" ngamazwi kaKristu kwincwadi ka Yohane 5:39. Incwadi yonke yeBhayibhile ngandlela ithile Ingqina noKristu, ukuba yiNkosi, ngumSindisi wethu. Kule ngxelo yokuqala Sizakuthetha noKristu osembindini wezibhalo. Niyonwabele😇

Ziphengulule Izibhalo (Trailer) 04.08.2020

Ouça o podcast Ziphengulule Izibhalo no Replaio

Rádio e podcasts em um só app - grátis e sem cadastro. Instale hoje e não perca o lançamento

Baixe no Google Play

O Replaio não é o publicador dos podcasts; os nomes dos programas, as capas e o áudio pertencem aos seus autores e são distribuídos por feeds RSS públicos