Kaizer khaya

Ziphengulule Izibhalo

News EN ↓ 67 episodes

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje. Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe. Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam kaizerkk@gmail.com OR twitter @Izibhalo_Rhoqo

Be sure to visit the podcast's website and support the creator: podcasters.spotify.com

Author

Kaizer khaya

Category

News

Podcast website

podcasters.spotify.com

Latest episode

Jun 5, 2025

Where to listen?

Podcasts in the app Replaio Radio Coming soon

Podcasts are coming to the app soon. Install now and be the first to see a whole new take on podcasts

Get it on Google Play Install for free Android almost 10M downloads · 4.8 rating iOS soon

Episodes

iEksodus 1 05.06.2025

Inzala kaYakobi (uSirayeli) yanda kakhulu eYiputa. UFaro omtsha, “owayengamazi” uYosefu, ungena egunyeni yaye, eziva esongelwa ngamaHebhere amaninzi, uwakhobokisa aze asebenze nzima, ngelinge lokuwacinezela. Phezu kwayo nje loo mbandezelo, amaSirayeli anda aze anda. Wandula ke uFaro ayalela abazalisikazi bamaHebhere, uShifra noPuwa, ukuba babulale onke amakhwenkwe angamaHebhere asandul’ ukuzalwa,...

Intshayelelo ye-Eksodos 04.06.2025

Welcome, wamkelekile kwi Pod yethu

Intshumayeli 2 06.11.2023

Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke loo nto yayingamampunge yaye ingenantsingiselo. > wabuthiya ubomi nomsebenzi awawenzayo. > ubomi abunanjong...

Intshumayeli 1 05.11.2023

Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika uThixo kwihlabathi eliwileyo, elibhidekayo nelinxungupheleyo.

Chapter 8—Luther Before the Diet 10.07.2023

The Reformation did not, as many suppose, end with Luther. It is to be continued to the close of this world's history. Luther had a great work to do in reflecting to others the light which God had permitted to shine upon him; yet he did not receive all the light which was to be given to the world. From that time to this, new light has been continually shining upon the Scriptures, and new truths ha...

The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome 03.07.2023

The fear of the Lord dwelt in the heart of Luther, enabling him to maintain his steadfastness of purpose and leading him to deep humility before God. He had an abiding sense of his dependence upon divine aid, and he did not fail to begin each day with prayer, while his heart was continually breathing a petition for guidance and support. "

UPawulos Ngabase Efese 30.06.2023

Ibali labakhupheli beedemon balisebenzisa kakubi igama likaYesu nelikaPawulos (Izenzo 19:13–20; ) linceda ekucaciseni ukuba kutheni uPawulos esebenzisa ulwimi olungaka malunga namandla kwabase-Efese. Amanye amakholwa amatsha, ekholose ngokutsha ngolongamo lukaYesu, agalela emlilweni iincwadi zawo zemilingo ezibiza imali eninzi. Ngenxa yokufunyanwa kompapiri omalunga namakhulu amabini anamashumi am...

Huss and Jerome 25.06.2023

Hitherto Huss had stood alone in his labors; but now Jerome, who while in England had accepted the teachings of Wycliffe, joined in the work of reform. The two were hereafter united in their lives, and in death they were not to be divided. Brilliancy of genius, eloquence and learning—gifts that win popular favor—were possessed in a pre-eminent degree by Jerome; but in those qualities which constit...

KwabaseRoma Efese: ukulandela uYesu kumaxesha obunzima. 23.06.2023

UPawulos unenjongo enzulu ekhuthaza ileta yakhe. Ngokuyinxenye kwakungenxa yokuvalelwa kwakhe entolongweni ( Efe. 3:13, Efe. 6:20 ) yaye ngokuyinxenye ngenxa yentshutshiso eqhubekayo nezilingo, amaEfese ahendelwa ukuba adimazeke. UPawulos ubakhumbuza ngento eyenzekayo xa babeguquka, besamkela uKristu njengoMsindisi wabo nokuba yinxalenye yebandla. Baye baba ngumzimba kaKristu ( Efe. 1:19–23, Efe....

The Great Controversy chapter 5 23.06.2023

》 Wycliffe taught different Protestant doctrines, - salvation through faith in Christ - the only failure of the Scriptures.

The Great Controversy 4 Summary 11.06.2023

Amid the gloom that settled upon the earth during the long period of papal supremacy, the light of truth could not be wholly extinguished. In every age there were witnesses for God—men who cherished faith in Christ as the only mediator between God and man, who held the Bible as the only rule of life, and who hallowed the true Sabbath. How much the world owes to these men, posterity will never know...

The Great Controversy 3 08.06.2023

In reviewing our past history, having traveled over every step of advance to our present standing, I can say, Praise God! As I see what the Lord has wrought, I am filled with astonishment, and with confidence in Christ as leader. We have nothing to fear for the future, except as we shall forget the way the Lord has led us, and His teaching in our past history. LS 196.2

The Great Controversy 2 28.05.2023

♻️ When Jesus revealed to his disciples the end of Jerusalem and the events of the second coming, He foretold the experience of his people from the time he would be taken from them so that he would return with power and glory to set them free.

The Great Controversy 1 Summary 19.05.2023

Hello, welcome to our program Thetha Mzansi uZiphengulule Izibhalo. Today we are doing Summary of The book by Ellen G White The Great Controversy. Please enjoy this Summary as narrated by yours truly. Hope you'll be blessed by this episode. Don't forget to like & share to spread the word.

The Great Controversy Summary 17.05.2023

The war between good and evil began long before the dawn of human history. Hatred, disease, violence, and death are the by-products of this conflict, and all of us are affected. We must know the answers to these questions: Why would a God of love allow sin and suffering? Will religious and political alliances one day threaten our freedoms? What role does our nation play in Bible prophecy? What is...

Isahluko 6 Wafela Thina 04.11.2022

Kule veki siza kuqwalasela ukufa kukaKristu nokuba kuthetha ntoni kwisithembiso sobomi obungunaphakade.

Uvuko phambi komnqamlezo 28.10.2022

Masike sijonge iziganeko zovuko kwabantu phambi kokufa nokuvuka kukaKristu. IZibhalo ziqulathe iziganeko ezininzi zabo bavukayo phambi kweziganeko saseKalvari.

Ithemba leTestamente endala 21.10.2022

Kule veki siza kujonga kwindlela ingcamango yovuko lokugqibela olutyhilwa ngayo ngamaxesha eTestamente eNdala, siqwalasela ngendlela ekhethekileyo kwiintetho zikaYobhi, abanye abadumisi, nabaprofeti uIsaya noDaniyeli.

UKUQONDA INDALO YOMNTU 14.10.2022

Kule veki siza kuqwalasela indlela iTestamente eNdala eyicacia ngayo indalo yomntu nemeko yezidalwa ezingabantu ekufeni.

Isifundo 2: Ukufa ehlabathini elonayo 07.10.2022

Kule veki siza kuqwalasela ekuweni kuka-Adam noEva, ukuba sawoyisa njani isono nokufa umhlaba wethu, nokuba uThixo wayityala njani imbewu yethemba loluntu apho e- Eden.

Uvukelo kwihlabathi eligqibeleleyo 03.10.2022

Imvelaphi yobubi intsokothile kakhulu. Kwelinye icala kukho “imfihlelo yokuchasa umthetho” esebenzayo ( 2 Tes. 2:7 ); yaye kwelinye icala “yimfihlelo yokuhlonela uThixo” ( 1 Tim. 3:16 ), izisa isisombululo kwingxaki yobungendawo. Ikratshi likaLusifa loyiswa kukuthobeka kweNkosi uYesu Kristu oweza ngembonakalo yenyama engumntu (Fil. 2:6-11). #HambaVangeli

Amagqabantshintshi Q4 29.09.2022

Singabantu abanokufa, sidinga ingqiniseko kokweli xesha nethemba lokuzayo. Njengoko kwabekwa kakuhle ngofunda ngoThixo uEmil Brunner, “Oko umongo-moya ukuko kwimiphunga, linjalo ithemba ukunika intsingiselo kubomi bomntu. Susa umongomoya, kubakho ukufa ngokufuthaniseleka, susa ithemba, uluntu LUFUTHANISELEKA kukungabi namphefumlo; kungenelela ukuphelelwa lithemba, kuchazeka ukudodobala kwengqondo...

Ubizo loluLutsha e3 22.07.2022

“Xa kukho umkhosi wabasebenzi abasebatsha, abaqeqeshwe ngokufanelekileyo, abanokuthi babe nokunikela, singakhawuleza kangakanani na isigidimi soMsindisi, ovukileyo nozayo ukuthathwa sisiwe kulo lonke ihlabathi”?

Ubizo likaThixo kwiNkonzo 17.07.2022

UYesu  wathi kubafundi Bakhe, “Andisanibizi ngamakhobok, kuba inkosi ayithembeli kumakhoboka ayo. Ngoku ningabahlobo bam, kuba ndinixelele yonke into uBawo andixelele yona” (Yohane 15:15). Ezi zinto uYesu wabelane ngazo nabafundi ngokuqinisekileyo ziquka iinkcukacha ngeemishini. Yonke into ekufuneka siyazi ukuba ngamangqina kaKristu siyixelelwe thina.

INkosi isebenzisa abantu Part 1 12.07.2022

Umsebenzi othile ubekelwe uMKristu ngamnye.

Listen to the Ziphengulule Izibhalo podcast in Replaio

Radio and podcasts in one app - free, with no sign-up. Install today and do not miss the launch

Get it on Google Play

Replaio is not a podcast publisher; show names, artwork and audio belong to their authors and are distributed through public RSS feeds.