Umhlobo Wenene FM

Ezemidlalo

Sports XH ↓ 372 episodes

Sport Show that delivers sports news and commentary in isiXhosa

Author

Umhlobo Wenene FM

Category

Sports

Podcast website

www.umhlobowenenefm.co.za

Latest episode

Jun 15, 2026

Where to listen?

Podcasts in the app Replaio Radio Coming soon

Podcasts are coming to the app soon. Install now and be the first to see a whole new take on podcasts

Get it on Google Play Install for free Android 5M+ downloads · 4.8 rating iOS soon

Episodes

Mr Thulaganyo Gaoshubelwe SAFPU President 18.04.2020

Umbutho oyimanyano ejongene nabadlali bebhola ekhatywayo iSouth African Football Players Union iSafpu uvakalisa inkxalabo enokuchaphazela abadlali abamnkela kancinci kunokuphungulwa imivuzo yabadlali. Kusenjalo abadlali beRoyal Eagles iqela elidlala kwi Glad Africa Championships khange bahlawulwe imivuzo yenyanga ka March. Samnkela umongameli walombutho ukujonga ukuba abadlali bachaphaceleke kanga...

Mr Velile Vece Damoyi Boxing Veteran 16.04.2020

Udibene namanqindi ngo 1975 eThembalethu boxing club , edlala kwa amateur. Imilo yakhe iku 82 ,akazange abeyiyo iNational champion kodwa efuna kakhulu. Ngenxa yezimali iqela lakhe zange likwazi ukuthatha inxaxheba kweminye imidlalo eyayisindlekwa. Ngo 1980 wangena kwa professional , wadlala umlo wokuqala ngo August 23 -1980 , ngo 1984 wayokulwela i Provincia Title ekapa no issac Yoto ndayi wabethw...

Mr Andrew Birch Retired Warriors Seamer 16.04.2020

i-Seamer yeqela le Warriors uAndrew Birch uye wabhengeza kwinyanga ephelileyo ukuba ubeka phantsi iintambo ekudlaleni emva kokuchitha iminyaka eli 15 neliqela uBirch idebut yakhe yayingo 2005, kwaye uwadlalele namanye amaqela aquka iDhaka Dynamites, SA A, SA Academy, SA U19, Tshwane Spartans, ne University Sports SA XI. Ngoku uzakuqeqesha iKingswood College eMakhanda kwakunye noMurray Ranger owaye...

Mr Lucas Radebe – Soccer Legend 15.04.2020

Sincokola nelinye lamagqala kwibhola ekhatywayo uLucas Radebe ukujonga ukuba benzani ngilixesha le lock down. Ungomnye woonozakuzaku kwiphulo lokunikela kumaqela Ezemidlalo athe athwaxeka kwicala lezimali ngenxa ye Covid-19. Bazakube befaka isandla ngemali ebalelwa kwi R2 million Rands ezakunceda kumaphulo esisa.

Mr Jackie Gunguluza Boxing Legend 05.04.2020

Uqale umdlalo wamanqindi ngonyaka ka 1973 kwaye unemilo engapha kwekhulu kudidi lwabangahlawulwayo (amateur). Uye wangenela udidi lwabahlawulwayo ngo 1985 umlo wakhe wokuqala wango 1986 iyimijikelo emine noOmega Matayi, Kumlo wakhe wesibini walwa imijikelo emithandathu noMalume Xatasi. Ngo 1987 wabayi Cape Champion ebetha uJerry Ngobeni. Ngo 1988 wabetha uSternly Mathe kwi SA. Title waze wayikhuse...

Dumisani Dumza Koyana- Sport Writer 04.04.2020

uDumisani ngomnye wabahlalutyi nababhali bezemidlalo esebenzisa ii-online sites. Uzalelwe eMdantsane apho aqale ukudlala khona ibhola ekhatywayo esemncinci edlalela iBlackburn Rovers, Tornado ne FC Buffalo kwi ABC Motsepe league. Waye wayinxalenye ye Farouk Khans academy. Uthando lwakhe lokubala lwaqala ngo 2016 xa ebuyela esikolweni ebhalela iVarsity sports kwibhola ekhatywayo. Uye wazimanya neAj...

Ongeziwe Mali SA Hockey Player 04.04.2020

uOngeziwe Mali ngumdlali we Hockey weqela lesizwe loMzantsi Africa. Uye wabuya eMelika kunyaka ophelileyo ngo December. Oko ekweli ngethemba lokwenza iqela elizakuya kwi Olimpiki. Susela ezinyanga zimbini bebedlala namaqela aquka i-Ireland, Germany ne China. Onke amalungiselelo aye emangxi emva kwesibhengezo sentsholongwane ye Corona.

Mr Richard Ntsikelelo Manyisane Boxing Lawyer 04.04.2020

Sincokola nelinye lamagqwetha alwela kakhulu amalungelo eembethimanqindi. Imiba ajongana kakhulu nayo zizivumelwano zee promoters, ukophulwa kwemiqathango ukungalandelwa kwamasolotya kuquka izisombululo zizivumelwano. Ngamanye amaxesha iimbethimanqindi ziyabethwa zii promoters kwizivumelwano.

Dr Malefetsane Peter Ngatane BSA Chairperson 02.04.2020

iBSA ibhengeze ukusweleka kuka manejala wephondo laKwa Zulu Natal uMr Frincis Manning oye wahlaselwa yingulo kunyaka ophelileyo ebimane imngenisa esibhedlele susela unyaka ophelileyo. Ngomvulo uye wasweleke esibhedlele

Mr George Lamani- Rugby Veteran Part 1 29.03.2020

Samnkela igqala lombhoxo ebelidlala Erhini naseBhayi, ngeminyaka yo 70 ukuya ku 80. Udlalele amaqela aquka iLilly White neEasterns. Emva koko uye wasebenza njenge Administrator ye Sub Union EP iSouth Eastern District Union. Ngonyaka ka 84 85 ebekwi SARU non racial body. Waphawulwa naye nge blazer yesizwe ngethuba kuwongwa amagqala ombhoxo. Ngo 2004 uye wangu Manager weSA Renigades.

Mr George Lamani- Rugby Veteran Part 2 29.03.2020

Sigqibezela udliwanondlebe noMr George Lamani

Mr Lincoln Mali- Mzwandile Mali Schools Rugby Tournament 12.02.2020

sincokola negosa eliququzelela itumente yombhoxo wasezikolweni i-Mzwandile Mali Schools Rugby Tournament negqiba iminyaka esixhenkxe yasekwayo.

Nkosinathi Mabhere Joyi 12.01.2020

Sincokola nembethi manqindi uNkosinathi Mabhere Joyi mayelana nempumelelo yakhe yangoDecember kwanamalungiselelo onyaka omtsha xa ezakube esilwa ngenyanga ka March.

Sanele Magwaza- Boxer 24.11.2019

uSanele Magwaza yintshatsheli entsha ye WFB Africa Title emva kokuphumelela kumlo obuququzelelwa yi Aphile Boxing Promotion eWalmer eBhayi izolo.

Mr Madoda Dopla Kota -Lukhanyo Memorial Soccer Tournament 16.11.2019

Izakube iyitumente yebhola ekhatywayo eThornhill ngomhla 29 November – 1 December. Letumente yenziwa egameni lenkwenkwana engasekhoyo neyasutywa kukufa kwingozi yemoto. Iinjongo zayo kukufundisa nokulumnkisa ngokuqhuba ngokungakhathali naphantsi kweempembelelo zotywala. Iqalwe kunyaka ophelileyo ngamaqela asi 8 kwaye andile azakukhuphisana kulonyaka ali 16.....

Mrs Thenjiwe Nonimba – Siyaphambili Disabled Community Ndimba 16.11.2019

I-Siyaphambili Disabled Community Projects ibambisene no ward 59 eMotherwell eBhayi izakube ibambe ugqatso lwabantu abaphila nokukhubazeka ngomhla 29 November 2019 noluzakube luzinyaswe nazizikolo. Bazakube bencediswa lisebe lezemidlalo empumakoloni libambisene nomaspala uLove Life kwakunye nenkonzo yesipolisa kumabala ase NU2 eMotherwell

Mr King Khosi Ngcoza- Boxing Manager 20.10.2019

uKing Khosi utyikitye isivumelwano nembethi manqindi yalapha eBhayi, intshatsheli kwi Junior Flyweight uNozwelethu Matontsi kwisivumelwano sonyaka. uMatontsi ukwatyikitye isivumelwano noElias Tshabalala we-Fantastic 2 Promotiions esebenzisana nembethimanqindi kaNgcoza uBukiwe Nonina. uNozwelethu ugqibele ukulwa ngenyanga ka December eGcuwa nalapho woyiswa khona ngu Simangele Hadebe ngamanqaku kuml...

Dliwano ndlebe no Ndodomzi Ntutu - Paralympain 02.10.2019

Dliwano ndlebe no Ndodomzi Ntutu - Paralympain

Ms Vuyokazi Nombewu OCAL Global Ambassador- Visually impaired runner 11.09.2019

uVuyokazi Nombewu uzakube eyinxalenye yamawaka eembaleki zeli nezamanye amazwe ezizakungenela ugqatso lwe 42.4-kilometre Sanlam Cape Town Marathon. uVuyo uphila ne albinism norhatyazo emehlweni kodwa lonto khange imnqande ukuba angabaleki . ukhulele kwilokishi yaseGugulethu kwii Cape Flats.

Ayanda Matiti Xaba Promotions 08.09.2019

uYanga Show Time Sigqibo oyintshatsheli ye WBO Intercontinental junior-bantamweight uyishiyile iXaba Promotions ezimanya neRumble Africa Boxing Promotions

Terris Ntutu- Rumble Africa Boxing Promotions 08.09.2019

uYanga Show Time Sigqibo oyintshatsheli ye WBO Intercontinental junior-bantamweight uyishiyile iXaba Promotions ezimanya neRumble Africa Boxing Promotions

Mr Mthuthuzeli Scott- Tribute to Chester Williams 07.09.2019

Zivakele iindaba zokusweleka kwegqala lombhoxo eMzantsi Africa uChester Williams nohlaselwe yintliziyo eneminyaka 49. uWilliams wazenzela igama kwindebe yehlabathi ka 1995 neyeza nembali eMzantsi Africa idala umanyano nangegalelo lika Tata uMandela iMadiba Magic. Sincokola nelinye lamagqala abasasazi uMpemvu

Mr Chris van Heerden former (IBO) welterweight champion 07.09.2019

Owayefudula eyintshatsheli ye International Boxing Organisation (IBO) welterweight champion uChris van Heerden wenza iphulo lokunikela eluntwini. Lembethi manqindi eye yafudukela e- Los Angeles, California ngo 2013, yeyokuqala kubadlali abaluthotho abazenzele igama ukuzimanya neqonga lezolonwabo elibizwa i-Fight To Fame. Ukanti eliqonga alijonganga kwezolonwabo kuphela kodwa ikwayindlela yokonwabi...

Ms Buhle Mashugane SA Spring Open Tennis Tournament 04.09.2019

Kuzakubanjwa itumente yentenetya yehlabathi i-SA Spring Open ye International Tennis Federation (ITF) nezakuthi ibonakalise abadlali beli abahamba ngezitulo kwanabazihambelayo bekhuphisana namazwe ehlabathi. Letumente izakubonakalisa abadlali abangapha kwama 200 amanenekazi nabafana besilwela indawo ephambili kwitumente ezakuba ngomhla 23 -29 September 2019 e-Ellis Park Tennis Courts.

Mr Mesuli Zifo umbhali nomsasazi wamanqindi kunye noZolani Tete obezilolonga noBaby Lee 01.09.2019

uMesuli Zifo ngomnye wababhali abalilandela kakhulu ibali lika Baby Lee nemidlalo yakhe. uZolani Tete ebesebenza noBaby Lee xa bezilolonga.

Listen to the Ezemidlalo podcast in Replaio

Radio and podcasts in one app - free, with no sign-up. Install today and do not miss the launch

Get it on Google Play

Replaio is not a podcast publisher; show names, artwork and audio belong to their authors and are distributed through public RSS feeds.