Umhlobo Wenene FM
Khanya Gqiyazana
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent features of the show. Although the show is bias towards females, it has a strong following from males as well. The show enjoys opportunities of being invited to outside broadcast by a variety of clients including government department and the private sector.
Author
Umhlobo Wenene FM
Category
Podcast website
Latest episode
Jul 10, 2026
Where to listen?
Podcasts in the app Replaio Radio Coming soonPodcasts are coming to the app soon. Install now and be the first to see a whole new take on podcasts
Episodes
Sithetha no Dineo Mlomo ngezindlu 12.09.2017 20:34
besithetha no Dineo Mlomo 0847834636 bangenza whatsapp or Sms kule cell for imibuzo. Apha besithetha ngokuba ukuba umntu wendlu uswelekile masithi unyana ebenedlu ezihlalela asweleke ngawaphi amanyathelo onowathatha okuqala, inganguye nomzali wakho ube uhlaal kulendluo kanye ubutshatile zintoni omaswuzenze.
Wheelchair Wednesday 30.08.2017 7:10
Wheelchair day u Pastor no Coach bebe nikwe ukuba bahlale kwi wheel chair banikwa nemisebenzi ekufuneka beyenzile bazokukwazi ukuba sezi hlangwini zomntu oye wakhubazeka wahlala kwi wheel chair IMG_3961.JPG — JPG (2.1 MB) · IMG_3959.JPG — JPG (2.1 MB)
Mmusi Maimane weDA 18.08.2017 17:03
Mmusi Moimane oyena mntu omnyama wokuqala omncinci ukuphatha kwi DA besithetha naye simnjonge ekukhuleni kwakheade abe kwezopolitiko
Ukugcina umntwana ongengo wakho 18.08.2017 12:25
Noxee Speelman besithetha ngoku gcina umntwana ongengo wakho ofike ekhona emtshatweni noba ungutata omama, bekunikiswa ngengcebiso zokuba ungamjonga njani izintoni omawuzilindele, omawungayenzi nento ekufuneka ungazinyanzelisi kulo mntana nendlela nento ekufuneka uznzile kulo mntana enkosi.
OR Tambo DPSA 08.08.2017 7:57
Yi OR Tambo DPSA ilisebe le Eastern Cape DPSA kwaye yenzela abantu abapha ku 250 abakhubazekileyo kwi OR Thambo District Municipality. Indawo ezibandakanyekayo Ngquza,Nyandeni,King Sabatha Dalindyebo ne Mhlontlo. Bebekade befumana ifunding kwi DIP eyayincenda ekuqhubeni I workshops nezinto ekufuneka ziyenziwa ukwenza iqhubeke le I OR Tambo DPSA kodwa ke ayisasebenzisani nayo oko yawa. Abantu abala...
Mental Disability 1 26.07.2017 4:14
Besivala inyanga ye Mental Health ukukhubazeka ngokwasengqondweni sithetha no Sifiso Mkhabela esuka kwi SA Mental Health Advacacy. Usifiso ebechaza indlela ezahlukeneyo zokugula ngengqondo nkuthi bangayaphi xabenezongxaki
Mental Disability 2 26.07.2017 11:13
Besivala inyanga ye Mental Health ukukhubazeka ngokwasengqondweni sithetha no Sifiso Mkhabela esuka kwi SA Mental Health Advacacy. Usifiso ebechaza indlela ezahlukeneyo zokugula ngengqondo nkuthi bangayaphi xabenezongxaki
NGO Rise & Shine Disability Magazine 25.07.2017 8:17
NGO Rise and Shine eyaqala ngo 2010 beyiqala ingabantu abakhubazekileyo abayi 9 bephila nge mali ye grant, kwaye bonke yayingabo ababejongene namakhaya abo. Injongo yabo kukufundisa nokubonisa abantu ukuba Nokuba ukhubazekile ikhona indlela yokuphila nokususa inkolelo ezenziwa ngabantu ngabantu abakhubazekielyo
Mens Corner - Mr Simphiwo Nzawumbi 07.07.2017 20:09
Dliwano ndlebe noSimphiwo Nzwaumbi osandoba ngumsasazi kuMhlobo Wenene FM
Mr Yase Godla oyi day care mananger ye Nelson Mandela foundation 05.07.2017 9:46
Besithetha no Mr Yase Godla oyi day care mananger ye Nelson Mandela foundation. Yena ke besichazela ngezinto abazakuzenza nezilindelekileyo kule nyanga katata uMandela.
Prof Zukiswa Zingela 04.07.2017 10:11
Prof Zukiswa Zingela ,apha besijonga isimo sendawo ezihlala abantu abaphazamisekiyo ngokwase ngqondweni ngakumbi eLimpopo nase Eastern Cape . Sizivelele neto ezibangela abantu baphazamiseke engqondweni kuba zizindindi ezahlukeneyo
Besithetha no Dr Tebebele sijonga into ekuthiwa yi Central Obesity 03.07.2017 23:46
Besithetha no Dr Tebebele sijonga into ekuthiwa yi Central Obesity, apho kujongwa ukuba ingaba ubukhulu besisu somntu ongutata bungayichaphazela na impilo yakhe kwakunye nomhlaba ongezantsi haaaa his number abonomfumana kuyo 0607374497 ungayibhala nay va.
Dliwano ndlebe ne NGO Young Gifted (Isiqendu sokuqala) 20.06.2017 4:42
NGO Young gifted benze iwebsite ye tourism endibanisa nento ezenziwa ngezandla, inkcubeko ne Mibongo,eyona njongo yabo kukunika ingqwalasela ku bantu basezilalini ikakhulu kwaba abango basetyhini na khubazekileyo bejolise kwezotyelelo. Founder Ntsikelelo Notshulwana
Dliwano ndlebe ne NGO Young Gifted (Isiqendu sesibini) 20.06.2017 1:39
NGO Young gifted benze iwebsite ye tourism endibanisa nento ezenziwa ngezandla, inkcubeko ne Mibongo,eyona njongo yabo kukunika ingqwalasela ku bantu basezilalini ikakhulu kwaba abango basetyhini na khubazekileyo bejolise kwezotyelelo. Founder Ntsikelelo Notshulwana
Dliwano ndlebe no Dr Tebelele 19.06.2017 19:20
Dr Tebelele ethetha ngempilo yamadoda kwakunye nendimi amadoda ayidlalayo ekukhuliseni abafana
Udliwano-ndlebe noAkhona Hasibi wase QAEC QuadraPara Association Organisation 06.06.2017 12:51
NGO – QAEC QuadraPara Association Organisation Bancenda abantu abaphila nokukhubazeka bebancenda ukuba bakwazi ukuzimela bengaxhomemekanga ebantwini. Ezinye zezinto ababancenda kuzo zinto ezifana ne Internships Learnerships wheelchairs Akhona Hashibi 0413642271
Dliwano ndlebe noSister Ntswaki - Rev Madolo 16.05.2017 7:20
Organ Donor sithetha ngoku nikezelwa kwa malungu omzimba,sifuna ukufundisa abantu ngokubaluleka kokunikezela kwamalungu omzimba uzama ukuncenda omnye wosapho lwakho ukuba aphile abantu abamnyama bayoyika ke ukunikezela abanye ngenxa yenkolo abanye besoyika.
Dliwano ndlebe noProf Zingela 1 15.05.2017 4:01
Dliwano ndlebe noProf Zingela kuthethwa ngeAlzheimers
Dliwano ndlebe noProf Zingela 2 15.05.2017 7:52
Dliwano ndlebe noProf Zingela kuthethwa ngeAlzheimers
Udliwano ndlebe kuthethwa ngeAutism 03.04.2017 8:31
Udliwano ndlebe kuthethwa ngeAutism
Udliwano ndlebe no Dr Makubalo (Down Syndrome) 28.03.2017 8:42
Udliwano ndlebe no Dr Makubalo, kuthethwa nge Down Syndrome
Udliwano ndlebe noZwai Mgijima 2 03.02.2017 16:10
Udliwano ndlebe noZwai Mgijima part 2
Udliwano ndlebe noZwai Mgijima 1 03.02.2017 4:58
Udliwano ndlebe noZwai Mgijima part 1
Ingcebiso 14.12.2016 4:42
Ingcebiso lokuzikhusela kweziholide
Udliwano ndlebe noWendy Matimane 13.12.2016 4:42
Udliwano ndlebe noWendy Matimane
Similar podcasts
Replaio is not a podcast publisher; show names, artwork and audio belong to their authors and are distributed through public RSS feeds.