Umhlobo Wenene FM
Khanya Gqiyazana
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent features of the show. Although the show is bias towards females, it has a strong following from males as well. The show enjoys opportunities of being invited to outside broadcast by a variety of clients including government department and the private sector.
Author
Umhlobo Wenene FM
Category
Podcast website
Latest episode
Jul 10, 2026
Where to listen?
Podcasts in the app Replaio Radio Coming soonPodcasts are coming to the app soon. Install now and be the first to see a whole new take on podcasts
Episodes
Imiba Yezindlu 21.08.2018 9:54
Besithetha nabathe bathenga esi slot sezindlu nabakwa SA Home Loan befundisa ngendlela abaphulaphuli abanokuthi bafumane ngayo imali yokuthenga izindlu- Bond Yandisa Sambudla Motlamelle
Iingcebiso kwezempilo 20.08.2018 19:36
Apha besithetha ngobungozi bokusetyenziswa kwezi khanyisi Lusu, ukutsheyisa ngokwelwimi lwethu ku kuba umntu efuna ukuba mhlophe besithetha ne Dermatologist Dr Magigaba
Diabetes 13.08.2018 13:10
Diabetes Dr Amanani e stats SA sibonisa ukuba isifo seswekile ngumbulalazwe onganakwanga ingakumbi kwabantu aba overweight nangapha kweminyaka eyi 45 kuno Diabetis 1 no 2
Depression 31.07.2018 29:41
Dr Nyathi njenge ndwendwengo eyichaza iDepression nono bangela nokuthi masiyinyange njani nokuthi maabnghlekwa abantu kuthiwe banyazenzisa
Dliwano ndlebe no Advocate 18.07.2018 30:25
Sithetha nge Customary Marriage
Ezempilo 04.07.2018 36:00
Fertility, apha ke besinika abantu ithuba lokumbuza imibuzo kodwa ke uqale ngoyivula nge topics ebesikhe sazenza. 0607374497 number abanofounela kuyo xa befuna uncendo kwi nzala
Izindlu 03.07.2018 24:16
Property Feature 10h33- 10h48 Besithatha imibuzo malunga nomba wezindlu email ka Dineo dineaoproperties@gmail.com kanye ubuze umbuzo kuye nge sms ku0847834636
Ezempilo 02.07.2018 8:33
Besithetha no MEC Dyantyi sijonge umba we Foetal Syndrome ethi ibekanti iye ichaphazele bantwana abasengaphakathi esuswini abe umntu esela engazazi ukuba kanti sekhulelwe, omnye aqhubeke esela kube khona ke izinto ezithi zenzeke kumntwana xasele ezelwe emhcaphazela nasekukhulweni Obunye botuwala benziw ekhayeni kudityaniswa izinto ezingalungana
Masivuke for Disable NGO 26.06.2018 14:19
Luxolo Sonkwala oncendwe yi Masivuke for Disable ese Cradock, yena ebesixelela ngendlela abancendwe ngayo abe naye ngoku uyakwazi ukusebenza engakhange abe ingqondo yakhe uyibeke kukukhubazeka njenge Huntchback. Ikhona ke nemiceli mingeni abahlabezana nayo ecebisa ukuba bona bengabantu abakhubazekileyo mabanga hleli bekhala ngenkubazeko umntu makazame enze into enokumphumelelisa
Besithetha ngeRehab 2 25.06.2018 13:49
Besithetha nge Rehab ukubaq ingaba umsebenzi wayo yintoni,kuya abantu abatheni, abantu xa beyile ingaba bayancendakala na? Besine Pyschologist Zimkhitha Arosi Dlulane nabantu ababini abase besuka kwi Rehab
Besithetha ngeRehab 1 25.06.2018 7:42
Besithetha nge Rehab ukubaq ingaba umsebenzi wayo yintoni,kuya abantu abatheni, abantu xa beyile ingaba bayancendakala na? Besine Pyschologist Zimkhitha Arosi Dlulane nabantu ababini abase besuka kwi Rehab
South African Blind Cricket team 19.06.2018 13:04
Podcast Yaba khubazekileyo South African Blind Cricket team bebesixelela ke ukuba bayiqala nini kwaye besusweyintoni. Apha badlala I Cricket abanye bengaboni kwaphela abanye bebona kancinci,besithetha no President Sonwabile Bidla nomnye ongaboniyo Sibusiso Mdlalose
Imiba Yezindlu 19.06.2018 19:35
Namhlanje besijonge kubantu abatsha bathi babe bashiywa nezindlu ngabazali bebancinci ngaphantsi kweminyaka eyi 18 abanye bebadala , befundiswa ukuba zinto ekufuneka bezenzile nokubaleleka kokwenza I Will kuba yiyo ethi ibe sisisi sombululo.
Dliwano-ndlebe no Dr Nojoko 18.06.2018 24:07
Apha besithetha no Dr Nojoko sithetha nge (Chest Infection) Isifo sesifuba sijonga ukuba syintoni, yintoni umahluko phakathi kwe Bronchitis ne phumonia ne Brocopheumonia kwaye zithini impawu omawuziqaphele
Men’s Corner Slulami Bhunu (Sluja) Msasazi ka Jiava Mzantsi 15.06.2018 20:42
Men’s Corner Slulami Bhunu (Sluja) Msasazi ka Jiava Mzantsi
Dliwano-ndlebe no Dr Tebelele 13.06.2018 29:15
Fertility Dr Tebelele sithetha ngokuba uye wacinga umithi nesisu sikhula ekuhambeni kwexesha siphume isisu omnye kanti umithele ecaleni omnye kwi Tube abbantu bebesebenethemba lokuba kusapho lwabo kuzakuba nomntwana kuvuywa, ngoku kufika unxunguphalo ngoku makuxhaswane kungabikho otyhola omnye
Dliwano ndlebe 12.06.2018 9:04
ingaba emveni kokuba wadlwengulwa ubomi bakho batshintsha njani, ukhona owamnxelelayo osondele kuwe, wakwazi ukuqhubeka ube nomntu othandana naye naye umnxelele
Iingcebiso kwezempilo 11.06.2018 23:39
Iingcebiso kwezempilo: usuku lwehlabathi lokukhuthaza abantu ukuba baphise ngegazi nge 14 June no Ms Zikhona Ruiters oyi Donor Relations Practitioner e SANBS
Dliwano ndlebe ne NGO 05.06.2018 20:04
Disability NGO yase Efata apho bebethetha ngendlela abaphatheka ngazo ngokungakwazi ukuthetha. u Dr Nginiso ofundisa e Fort Hare kwicala le African Language Policy ekhuthaza ngokubaluleka kokufundwa nokufundiswa kwe sign languages
Udliwano ndlebe ne NGO 29.05.2018 8:47
Disability yi Sophila Protective Workshop benza imibhaco nentsimbi bathunga nezihlangu e Mdantsane
NGO - Sophila Protective Workshop 29.05.2018 9:04
sithetha kunye ne NGO I Sophila Protective Workshop benza Imibhaco iintsimbi founder Penellope Magopheni
Imiba Yezindlu 29.05.2018 22:10
Ingaba simncenda njani umntu othenga indlu nokungawabhatali amatyala amadala ne taxes bill zalendlu intsha yakho 0836967661 no Dineo Molomo Properties
Kwezempilo 28.05.2018 19:00
Sithetha nge kule nyanga U May nyanga ye Lupus sithetha nophila ne lupus type eyaziwa nge SLE (Systematic Lupus Erythematosus) Nephritis (meaning it mainly affects her kidneys) in May 2009
Iingcebiso kwezempilo 28.05.2018 29:40
nge Cuba ukuba ingaba linayo na into eliyenzayo kwintliziyo Dr Nojoko
NGO Vukuhambe Centre 22.05.2018 8:51
NGO yethu namhlanje ye disability besithetha nabaphila nokukhubazeka besena imisebenzi yezandla bekhubazeke ngendlea ezahlukeneyo. NGO yi Vukuhambe Centre ese Gugulethu e Kapa eyasekwa ngo 1987 Kuba bebona I gap ekhoyo yokungahoywa kwabo abantu abakhubazekileyo Sithetha ne Manager yakhona nayo ekhubazeke ngokuhlala kwi wheel chair no sisi okhubazeke emilenzeni ngenxa ye Polio
Similar podcasts
Replaio is not a podcast publisher; show names, artwork and audio belong to their authors and are distributed through public RSS feeds.